'

*Sanele Mlindi interview

uSanele oyi Junior Accountant kwa Limberger & Partner CC eKapa uthi akudlalwa kwizikolo zase Zimbabwe… kuyafundwa ke qha.
 
uSanele uhlala apha eMzansi ngok and uthi yena waye zeza girl zincinci e-High School zingahoyanga zinto kakhulu.
 
Sithethe naye wasibalisela how she applied for umsebenzi wakhe, nge job application, interview ne-CV…
 
Xa uthetha noSanele soze utsho ukuba yila type yayithe cwaka oko from Grade 8 to 12 e-High School. “Ndadithule.. ndandimcinci ndiyi hard worker. Zange ndizalwe ndi clever, qha ndandisebenza hay nje. Kwakungekho lula and I can tell you akudlalwa kwizikolo zase Zimbabwe – kuyafiwa pha. But ke umsebenzi kwakufuneka enziwe.”
 
We all know ukuba ukufunda e-Tech or University or College wenze lo Diploma or Degree does not mean uzokufumana umsebenzi, i-company azizoza kuwe zikuleqa for umsebenzi. u-Sanele wenza i-Bachelor of Sciences kwi Accounting but ukufumana umsebenzi kwenzeka nge actions zakhe…
 
“Ndandisoloko ndijonga oo-Careers24 noGumtree for ii-posts. So ngenye imini ndandi kuGumtree and decided ukufaka i-CV yam ihlale nje pha kwenzela ibonwe ngumntu. Ndandifuna ukubona nje ukuba kuzokwenzeka ntoni.”
 
“So after i-hour or two ndifake i-CV yam ku Gumtree ndavela ndafumana i-response ethi “We have an opening here. Will you be interested to come in for an interview? Nje njalo nje.”
 
“Kwaku Wednesday ndifunwa Friday pha. So ndaxoka emsebenzini wam ndathi ndiyagula kwenzela ndiye kula interview.”
 
But ukuya kwi interview can be very stressful for abanye bethu sometimes. Kodwa as Sanele proved, zikhona i-surprise ezimnandi…
 
“Ndafika pha ndenziswa i-interview zi females eziy’2. The company is a female entity. Ndandingekho prepared kakuhle but ndaqonda mandiye nje ndibone kuzoba njani. For mna yayi right yona. Ndandizixelele ukuba noba andiyifumani le job, noko ndizokufunda into nge interviews. Ndandi ne worry kancinci but ndingekho desperate. The two ladies ababendenzisa la interview babe right. So after yona bathi they will call me if ndikwi shortlist.
 
“Ndagokuda ke but suddenly ndafumana i-call after two hours ethi I got the job.”
 
So the moral of the story guys funeka i-profiles ne CV zethu sihlale zenziwe and up to date kwi careers sites ne websites zee company.
 
Sanele’s Full Profile:

Name: *Sanele Mlindi

Location: Cape Town

Work: Junior Accountant at Limberger & Partner CC

Education: Bachelor of Science (Accounting), Chinhoyi University of Technology (Zimbabwe)

Place of Birth: Harare, Zimbabwe

Languages: Shona, English & Xhosa

Previous work: Internal Audit Intern kwa Zimbabwe United Passenger co, Finance Assistant at Abalimi Bezekhaya

Career motto: “Don’t take it personally”

CV tip: Keep it short & simple.

 
 
 
Please note uSanele ucele singasebenzisi igama ne fani yamanyani yakhe in order to protect i-online privacy yakhe.