Sazisa abantu nge misebenzi ekhoyo
Job Opportunities
Senzela abantu lula ngokubakhangelela, nokuqokelela kwa kunye nokusherisha imisebenzi emitsha ekhoyo. Yonke imisebenzi efumaneka apha ngeyokwenyani.
Cofa aphaList of Employers
Sine list yabaqashi abayi nee websites zabo esiya kuzo qho xa sikhangela imisebenzi. Ukuba uyafuna, nawe ungazikhangelela ngo kwakho.
Cofa aphaPublic Service Vacancy Circulars
Public Service Vacancy Circulars ezinemisebenzi yakwa government ziyafumaneka kwi website yethu qho xa ziphumileyo ngolwezihlanu.
Cofa apha