Kuthiwa Lindela le Increase Ingaka kwi Salary Yakho

Kuthiwa Lindela le Increase Ingaka kwi Salary Yakho
businesstech.co.za

Kuthiwa lindela le increase ingaka kwi salary yakho

Apparently, economy yase South Africa ikwi recession. Which means umcimbhi wemali walapha ekhaya awunyuki fast enough. And ichaphazela wonke umntu lonto including ii-businesses ne employers.

According to i-article ebhalwe kwi website yakwa Business Tech ethetha nge report ekhutshwe kwa PricewaterhouseCoopers apha ku September wakulonyaka ethetha ngee developments ezenzekayo kwi industry ye Human Resources apha e-South Africa naphesheya, kuthiwa in the next 12 months ii-salary zabasebenzi azizokunyuka kangako. In fact, maximum ye increase ze salary izokuba ngaphantsi ko 10%.

Salary increase ze executives kuthiwa izokuba phakathi ko 4% no 8%. Management ne staff in general eyabo i-increase izokuba phakathi ko 4% no 7%, while abasebenzi abaphantsi kwe unions bangalindela ukufumana i-increase kwi salary zabo ephakathi ko 6% no 7.5%.

Thatha lo information and uyikhomperishe ne report ebikhutshwe ngu Statistics South Africa (StatsSA) nge 19 ka September kulonyaka ethetha nge increase ye 4.9% eyenzekileyo during inyanga ka August 2018 kwi prices zezinto esiqhele ukuzithenga sizi consumers. And u-StatsSA uthi ngo July amaxabiso ezizinto bewonyuke nge 5.1%.

Imagine usebenza kwa Pick n’ Pay and then kuthiwe imali owuyipeyayo izokunyuka ngala percent, at the same time ukutya okuthengayo kwalapha kulendawo uphangela kuyo kunyuka ngaphezulu kwalemali unyuselwe ngayo.

Question endizibuza yona mna is if kuthiwa umntu makalindele i-minimum increase ye 4% kwi salary yakhe and yet izinto azisebenzisayo ezifana nokutya ne transport zinyuka ngo 5%, ngubani owinayo?


Be the first to comment

Leave a Reply

Your email address will not be published.


*