Phendula Apha

Siphosethu Pongoshe
 26 ka February 2020

Hi everyone!

Igama lam ngu Siphosethu Pongoshe ndineminyaka eyi 26. Ndikhangela umsebenzi ndine Bachelor of applied communication management, Ndinayo ne license code 10. Ndineminyaka emithathu ndivolontiya as umsasazi kwakunye nokufunda indaba kwi community radio. Ndokhe ndiphangela as a cashier for 2 years, ndasebenza for a year kwi insurance company. Ndingumntu ongawukhethiyo umsebenzi osebenza ngokuzimisela whenever given a chance.  

Iam a mobile person I can relocate to anywhere for a permanent job. Maybe kukho internship/ learnership/ a job, please contact me on 0659122014 or on [email protected]

Thank you!..

Akho mpendulo