Phendula Apha

Zomhle Fatuse
 14 ka February 2020

Molweni igama lam ndingu Zomhle Fatuse inzwakazi eneminyaka eyi-22 ubudala, ndiyinzalelwane yaseMthatha . Ndikhangela umsebenzi kwi Construction ngoba ndine Diploma in Building noba kupi nha, ndi willing uhlala napi apho umsebenzi uvela khona. Ndingumntu okwaziyo usebenza nabantu, umntu othandayo ukufunda into entsha emsebenzini. Ndine experience  ye 1 year under S.M projects.. Ndiyafumaneka ku 073 2452 800, email [email protected] Enkosi

Akho mpendulo