Phendula Apha

Avela Sitata
 14 ka February 2020

Hi Guys gama lam ndingu Avela , ndikhangela umsebenzi wase call centre i have 1 year and 6 months exeperience as Sales Administrator i was working for MWEB INTERNET CONNECT but ibiyi Contract , cela ukhangeliswa here is my Number: 0788251033 am 25 years old i also have Matric and an exeperience as an assistant teacher as i was working with grade 2 learners for 2 years . ndavuyiswa yintsebenziswano yenu . Ndihlala eKapa eKhayelitsha 

Akho mpendulo