Phendula Apha

Sivuyile Ndondoshe
 7 ka January 2020

Molweni ndicela ukhangeliswa umsebenzi wokuqhuba ndino code 14 ne PRDPibiqale yangu code 10 ndisebenza ngaye eAirpot then ndamnyusa to 14 so ucode 14 una 3Years ngoku bendike ndaqhuba iTow Truck for 2years,enkosi 

Sivuyile Ndondoshe

Akho mpendulo