Izaziso

Zizaziso zodwa ezibhalwa apha. Cofa apha if ufuna ukubhala isaziso sakho. Cofa apha
Asemahle Mqolo
Molweni Igama Ndiguasemahle Mqolo

Ndicela nindikhangelise umsebenzi nediploma in Cost and Management Accounting nocode 8 drivers licence. Hlala Khayelitsha. 

Balisa Mgabashe
Umsebenzi

Molweni gama lam Balisa Mgabashe,hlala Khayelitsha.Ndicela khangeliswa msebenzi,ndine Matric ,HRN6( in service training),Computer Litera... cofa apha

Cela Ujongiswa Umsebenzi

Molweni, ndinguSisamkele Ponye ndino Grade 12 kunye ne-International certificates (CompTia A+, MCP 70-483, Scrum Master) ndinonyaka omny... cofa apha

Alutha singaphi
Ndifuna Umsebenzi

Molweni Ndingu Alutha Singaphi eBisho ndina 23 yrs ndicela ufunelwa umsebenzi ndino N6 ne 6 months experience ye Admin Clerk... cofa apha

Anelisa Makhwelo
Inservice Training In Human Resource Manangement (18 Months)

Molweni bendicela nindifunise umsebenzi (inservice training) kwi human resource management. Ndino N6 certifcate human resource managemen... cofa apha

Misokuhle Lungile Mchunu
Ngcela Umsebenzi

Sanbona. Igama lami nguMisokuhle from Glencoe ngne Diploma in public management. Ngcela ningfunise umsebemzi

Yonela Kabi
Ngofuna Umsebenzi

Molweni bethunaIgama lam ndingu YonelaKabi. Ndingumhlali emonti. Ndino Grade 12 ne National diploma kwi HR ndinayo ne 18 experien... cofa apha

Sivuyile Ndondoshe
Ndikhangela Umsebenzi

Molweni ndicela ukhangeliswa umsebenzi wokuqhuba ndino code 14 ne PRDPibiqale yangu code 10 ndisebenza ngaye eAirpot then ndamnyusa to 1... cofa apha

Kholelwa Ntshikaniso
Lookin Administrator/hr Administrator Vacancy

Molwen, ndingu Kholelwa ndihlala Cape Town. Ndingathanda uncedwa ngomsebenzi we admin/ HR Administration. Ndisebenze as iHR trainee. Nge... cofa apha

Silindokuhle Noah
Sofuna Inservice Training Tourism

Molweni ndicela ukukhangeliswa i inservice training Tourism ndino N6 we tourism ndidinga inservice ndizoba ne Diploma

Salary Magazine
Public Service Vacancy Circular 13 December 2019

Public Service Vacancy Circular enemisebenzi yakwa government iphumile namhlanje, 13 December 2019. Ungayijonga ngokucofa apha ngez... cofa apha

Salary Magazine
Ikhala Tvet College Employment Opportunities December 2019

Ikhala TVET College inalemisebenzi isezantsi efuna abantu kwi campuses zayo ezise Aliwal North, Lady Frere, Sterkspruit nase Queenstown,... cofa apha

Salary Magazine
Public Service Vacancy Circular 6 December 2019

Public Service Vacancy Circular enemisebenzi yakwa government iphumile namhlanje, 6 December 2019. Ungayijonga ngokucofa apha ngezantsi.... cofa apha

Salary Magazine
Eastern Cape Provincial Vacancies Circular 17 Of 2019

Nantsi i-Provincial Vacancies Circular entsha yase Eastern Cape. Closing date yalemisebenzi yi 20 ka December 2019. Cofa apha ezantsi to... cofa apha

sandisiwe potye
Looking For A Job

Hi there....ndicela ufuniswa umsebenzi ndine experience  in data capturing...but  anything  that can come up I'd be k... cofa apha

Makhwenkwe Gwegwe
Job Application

Izolo ndiphendulwe ngu Western Cape Government nge post ndandiyi aplayele nge 10 ka January. Bathathe 11 months ukundiphendula. Bes... cofa apha

Salary Magazine
O.r. Tambo District Municipality Bulletin 7 Of 2019

Nantsi i-PDF enemisebenzi yase O.R. Tambo District Municipality, Eastern Cape. Cofa apha ezantsi to download it.... cofa apha

Thulani Lumkwana
Msebenzi

Ndicela ukubuza nge post ye PA yayiphumile yakwa PRASA ukuba if ndifuna ad yayo ngakwazi na uyibona old ads 

Salary Magazine
Public Service Vacancy Circular 29 November 2019

Public Service Vacancy Circular enemisebenzi yakwa government iphumile namhlanje, 29 November 2019. Ungayijonga ngokucofa apha ngezantsi... cofa apha

Noxolo Mkayo
Ndicela Ufuniswa Msebenzi Ndine Experience As Receptionist Kwi Doctors Practise And As Dental Reception I Did Computer Office Admin And Callcenter Enkosi

Ndicela ufunelwa umsebenzi ndine experience ye 11yrs working  as receptionist  kwi doctors practise and as dental reception i ... cofa apha

Salary Magazine
Public Service Vacancy Circular 22 November 2019

Public Service Vacancy Circular enemisebenzi yakwa government iphumile namhlanje, 15 November 2019. Ungayijonga ngokucofa apha ngezantsi... cofa apha

Salary Magazine
Eastern Cape Department Of Health Vacancy Circular 14 Of 2019

Nantsi i-Circular enemisebenzi yakwa Department of Health was Eastern Cape. Closing date yalemisebenzi yi 22 ka November 2019.... cofa apha

Salary Magazine
Public Service Vacancy Circular 15 November 2019

Public Service Vacancy Circular enemisebenzi yakwa government iphumile namhlanje, 15 November 2019. Ungayijonga ngokucofa apha ngezantsi... cofa apha

Salary Magazine
Public Service Vacancy Circular 8 November 2019

Public Service Vacancy Circular enemisebenzi yakwa government iphumile namhlanje, 8 November 2019. Ungayijonga ngokucofa apha ngeza... cofa apha

Salary Magazine
Public Service Vacancy Circular 1 November 2019

Public Service Vacancy Circular enemisebenzi yakwa government iphumile namhlanje, 1 November 2019. Ungayijonga ngokucofa apha ngezantsi.... cofa apha

Salary Magazine
Public Service Vacancy Circular 25 October 2019

Public Service Vacancy Circular enemisebenzi yakwa government iphumile namhlanje, 25 October 2019. Ungayijonga ngokucofa apha ngeza... cofa apha

Kanyisa Phuthumani
Ukufuniswa Umsebenzi

Ndicela ukufuniswa umsebenzi we Admin clerk / Admin officer ndine experience engaphezu kwe 10

Salary Magazine
Public Service Vacancy Circular 18 October 2019

Public Service Vacancy Circular enemisebenzi yakwa government iphumile namhlanje, 18 October 2019. Ungayijonga ngokucofa apha ngezantsi.... cofa apha

Salary Magazine
Kwazulu-natal Provincial Department Of Human Settlements Graduate Internship Programme

KwaZulu-Natal Provincial Department of Human Settlements Graduate Internship Programme. Closing date 31 October 2019.Requi... cofa apha

Abongile Dali
Cv

Bendicela nindiphe cv entsha please Bethuna andide ndiqashwe ezindaweni yile yam ndizotsho ndifole ngayo ndi apply for imisebenzi

Tebuho Moshoeshoe
Public Service Vacancy Circular 11 October 2019

Public Service Vacancy Circular enemisebenzi yakwa government iphumile namhlanje, 11 October 2019. Ungayijonga ngokucofa apha ngeza... cofa apha

Salary Magazine
Public Service Vacancy Circular 4 October 2019

Public Service Vacancy Circular enemisebenzi yakwa government iphumile namhlanje, 4th October 2019. Ungayijonga ngokucofa apha ngezantsi... cofa apha

Makhwenkwe Gwegwe
Saps Police Officer Trainees

South African Police Service ifuna abantu for ii-Police Traineeship ekuzo zonke ii-provinces. Closing date yi 15 ka October 2019.... cofa apha

Salary Magazine
Independent Correctional Centre Visitors (iccv) (x75 Posts)

Department of Correctional Services ifuna ii-Independent Correctional Centre Visitors (ICCV) eziyi 75 for izithuba ze 12 months ezikwitr... cofa apha

Salary Magazine
Applications for MISA Apprenticeship Programme 2019/20-2022 Financial Years

Municipal Infrastructure Support Agent (MISA) ine apprenticeship programme eko mas'pala abayi 97 abakwezi provinces zohlukeneyo... cofa apha

Salary Magazine
Public service vacancy circular 20 september 2019

Public service vacancy circular enemisebenzi yakwa government iphumile namhlanje, 20th september 2019. ungayijonga ngokucofa apha ngezan... cofa apha