Phendula Apha

Bongiwe Nzimakwe
 21 ka October 2019

ndicela ufuniswa umsebenzi kwi cala le airconditioning refrigeration and ventilation i have got NQF level 3 ,matric ne computer thanx

Tebuho Moshoeshoe 21 ka October 2019

Hi Bongiwe, kodwa ayingombuzo lo wakho. If ufuna ukwenza isaziso cofa apha ngezantsi uzokuphumela kwicala lezaziso apho uzokwazikhona ukwazisa abantu ngomsebenzi owufunayo:

https://salarymagazine.co.za/izaziso