Phendula Apha

Sibulele Zibi
 24 ka September 2019

Ndicela ukubuza kungani iWestern Cape ingaveli phantsi kwe Imisebenzi ,?

Tebuho Moshoeshoe 25 ka September 2019

Hi, Sibulele, Western Cape ikhona. Yona ngeyokugqiblela kweza provinces zibhalwe pha - isecank'we Northern Cape.

Eunice nomalibongwe Bobotyana 27 ka September 2019

ndicela imisebenzi yase western cape