Imibuzo
Bendifuna ukwazi ukuba uyi uploader njani CV apha kule websise ngoba there is limited space ukuveza zonke incukaca zam apha kwi system.
Kutheni le nto kufakwa imisebenzi efuna amava odwa, ndingake ndiyibine nje le efuna engafuni mava Njengelearnership, internship, inservice training ukwenzela abantu abasaphuma esikolweni mhlampe noba ke yeyabantu abanebanga le-12
Kutheni le nto kufakwa imisebenzi efuna amava odwa, ndingake ndiyibine nje le efuna engafuni mava Njengelearnership, internship, inservice training ukwenzela abantu abasaphuma esikolweni mhlampe
Guys how do I change the settings for the website to English?
Can someone please share the Agricultural officer position advert of Engcobo Municipality. That was advertised on this site on the 3rd of December 2019 please am desperate
Ingaba zikhona iiAgents ezifunela abantu umsebenzi apha?
becela ufuniswa umsebenzi noba ngonjani for umntu oyindoda neleanership for abantwana abasandogqiba eskolweni
Bendicela ubuza kukho ezi posts ze clerks zakwa NPA zithi without benefits. Kengoku ingaba azikho kwazona ibenefits ezikhoyo njenge medical aids nhe housing allowances
molweni Ndicela ubuza if ndingayithumela kuni icv niyijonga ukaba iryt na?
Ndicela ubuza ukhona umntu sefownelwe kula learnership yakwa Avbob and xa ndibone nenye ka admin clerk ndingakwazi usa CV yam ngesandla or funeka ndi apply online kwi wepsite ? Enkosi
ndicela ufuniswa umsebenzi kwi cala le airconditioning refrigeration and ventilation i have got NQF level 3 ,matric ne computer thanx
Molweni guys. Bendicela ukubuza nje if ukhona umntu apha kuthi obeke waya kwi job interview? Ibinjani?
Bendicela email address yothumela cv for laLearnership yakwa Avbob beniyikhuphe ku Facebook.
Akhomntu unale cv intsha please nindiphe bantase ndiyayidinga, thumela [email protected]
GOOD DAY A MONTH OR TWO YOU GUYS POSTED A VACANCY AT THE MILITARY HOSPITAL I JUST WANTED TO KNOW IF ANYONE HAS BEEN CONTACTED BY THEM REGARDING INTERVIEWS OR EVEN WHETHER THEY HAVE RECEIVED THEIR CV. REASON IS I ALSO APPLIED BUT HAVE NOT RECEIVED ANYTHING NOR HEARD FROM THEM. THANKS
- 1
- Next
Cofa ku le ndawo ibhalwe Buza Nawe xa ufuna ukubuza.
Buza Nawe